Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 20:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uBhen-hadade, ukumkani wama-Aram,* wayibutha yonke impi yakhe; enokumkani abangamashumi amathathu anababini, namahashe, neenqwelo zokulwa; wenyuka, wawungqinga umzi wakwaSamari, walwa nawo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 20

imbono 1 Ookumkani 20:1 kwimeko