Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùyabona, únawe uShimehi unyana kaGera, umBhenjamin, waseBhahurim; yena wanditshabhisa ngotshabhiso olukhulu, mini ndaya eMahanayim. Yena ke wehla weza kundikhawulela eYordan, ndamfungela uYehova, ndathi, Andiyi kukubulala ngekrele.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:8 kwimeko