Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 2:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo wena ùya kwazi awakwenzáyo kum uYowabhi unyana kaTseruya, awakwenzayo kubathetheli ababini bemikhosi yakwaSirayeli, kuAbhinere unyana kaNere, nakuAmasa unyana kaYetere, awababulalayo, waphalaza amagazi emfazwe, lixolile, wabeka amagazi emfazwe embhinqweni wakhe obusesinqeni sakhe, nasezimbadadeni zakhe ezisezinyaweni.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 2

imbono 1 Ookumkani 2:5 kwimeko