Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 19:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wemka ke apho, wafumana uElisha, unyana kaShafati, elima; kukho ishumi elinesibini leedyokhwe phambi kwakhe; yena ke elunge neyeshumi elinesibini. UEliya wegqitha kuye, waphosa ingubo yakhe enkulu kuye.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 19

imbono 1 Ookumkani 19:19 kwimeko