Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 17:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba ungumfo wakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 17

imbono 1 Ookumkani 17:24 kwimeko