Wanqula uYehova, wathi, Yehova Thixo wam, ùmenzéle ububi nomhlolokazi lo na ndiphambukele kuye, ngokubulala unyana wakhe?