Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 16:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omabini anamithandathu ka-Asa, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uEla unyana kaBhahesha, kwaSirayeli eTirtsa; yaba yiminyaka emibini.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:8 kwimeko