Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Ookumkani 16:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuba ngukumkani, kwaesaqala ukuhlala etroneni yakhe, wayixabela yonke indlu kaBhahesha, akamsalisela nanye into eyindoda, nongumzalwana wakhe, nongumhlobo wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 16

imbono 1 Ookumkani 16:11 kwimeko