Suk' ume ke wena, uhambe uye endlwini yakho; ekungeneni kweenyawo zakho kuwo umzi, úya kufa umntwana.