Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 8:14-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. OoAhiyo, noShashaki, noYeremoti,

15. noZebhadiya, noAradi, noEdere,

16. noMikayeli, noIshpa, noYoha babengoonyana bakaBheriya.

17. OoZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere,

18. noIshmerayi, noYeziliya, noYobhabi babengoonyana bakaElepahali.

19. OoYakim, noZikri, noZabhedi,

20. noElihenayi, noTsiletayi, noEliyeli,

21. noAdaya, noBheraya, noShimrati babengoonyana bakaShimehi.

22. OoIshpan, noEbhere, noEliyeli,

23. noAbhedon, noZikri, noHanan, noHananiya,

24. noElam, noAntotiya, noIfediya,

25. noPenuweli babengoonyana bakaShashaki.

26. OoShamesherayi, noShehariya, noAtaliya,

27. noYareshiya, noEliya, noZikri babengoonyana bakaYeroham.

28. Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise ngokweenzala zazo; ziintloko ke ezo; ezo zahlala eYerusalem.

29. EGibheyon kwahlala ozala amaGibheyon, uYehiyeli; igama lomkakhe belinguMahaka.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 8