Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 6:5-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. uAbhishuwa wazala uBhuki;

6. uBhuki wazala u-Uzi; u-Uzi wazala uZeraya; uZeraya wazala uMerayoti; uMerayoti wazala uAmariya;

7. uAmariya wazala uAhitobhi; uAhitobhi wazala uTsadoki;

8. uTsadoki wazala uAhimahatse;

9. uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;

10. uYohanan wazala uAzariya, (yena ke ebengumbingeleli endlwini awayakháyo uSolomon eYerusalem);

11. uAzariya wazala uAmariya; uAmariya wazala uAhitubhi; uAhitubhi wazala uTsadoki;

12. uTsadoki wazala uShalum; uShalum wazala uHilekiya;

13. uHilekiya wazala uAzarita;

14. uAzariya wazala uSeraya;

15. uSeraya wazala uYotsadaki; uYotsadaki wahamba, akuwafudusa uYehova amaYuda neYerusalem ngoNebhukadenetsare.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 6