Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 4:34-38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. UMeshobhabhi, noYamleki, noYosha unyana ka-Amatsiya,

35. noYoweli, noYehu unyana kaYoshibhiya, unyana kaSeraya, unyana ka-Asiyeli,

36. noEliyohenayi, noYahakobha, noYeshohaya, noAsaya, noAdiyeli, noYesimiyeli, noBhenaya;

37. noZiza unyana kaShifi, unyana ka-Alon, unyana kaYedaya, unyana kaShimri, unyana kaShemaya:

38. abo bakhankanyiweyo ngamagama ababezizikhulu emizalwaneni yabo. Izindlu zooyise zanaba kunene.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 4