Badla basela ngaloo mini phambi koYehova ngovuyo olukhulu.USolomon unyana kaDavide bamenza ukumkani ngokwesibini; bamthambisa phambi koYehova ukuba abe yingànga, noTsadoki abe ngumbingeleli.