Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 28:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nakoonyana bam bonke (ngokuba undinike oonyana abaninzi uYehova), unyulé uSolomon unyana wam, ukuba ahlale etroneni yobukumkani bukaYehova kumaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 28

imbono 1 Izikronike 28:5 kwimeko