Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 28:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuSolomon unyana wakhe, Yomelela ukhaliphe, wenze. Musa ukoyika, musa ukuqhiphuka umbilini; ngokuba uYehova uThixo, uThixo wam, unawe; akayi kukuyekela, akayi kukushiya, ude uwugqibe wonke umsebenzi wenkonzo yendlu kaYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 28

imbono 1 Izikronike 28:20 kwimeko