elamashumi omabini anesithathu noMahaziyoti: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhe baba lishumi elinababini;