Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 24:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lulo olo udidi lwabo, lwenkonzo yabo yokungena endlwini kaYehova, ngokwesiko labo elanikwa nguAron uyise, njengoko wawisa umthetho uYehova uThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 24

imbono 1 Izikronike 24:19 kwimeko