Wathi ke uDavide kuYowabhi nakubathetheli babantu, Khaniye, niwabale amaSirayeli, nithabathela eBhershebha, nide nise kwaDan, nilizise kum, ndilazi inani lawo.