Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabathabatha uHanun abakhonzi bakaDavide, wabaguya, wazicanda phakathi iingubo zawo ezinde, wada waya kuma ngemisekela; wabandulula ke.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 19

imbono 1 Izikronike 19:4 kwimeko