Babona abakhonzi bakaHadarezere ukuba bagxothiwe phambi kwamaSirayeli, baxolisana noDavide, bamkhonza. Àkavuma ama-Aram ukuba sabasiza oonyana baka-Amon.