Kuncinane oko ke emehlweni akho, Thixo; uthethé nangendlu yomkhonzi wakho wasingisa mgama; wandikhangela, wandenza umntu, wandinyusa, Yehova Thixo.