Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 11:34-39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. uBhene-hashem waseGizon; uYonatan unyana kaShage, umHarari;

35. uAhiyam unyana kaSakare, umHarari;

36. uElifali unyana kaUre; uHefere umMekera;

37. uAhiya umPelon; uHetsero waseKarmele; uNaharayi unyana kaEsebhayi;

38. uYoweli umzalwana kaNatan;

39. uMibhehare unyana kaHagri; uTseleke umAmon; uNaharayi waseBheroti, umphathi weentonga zikaYowabhi unyana kaTseruya;

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 11