Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 1:7-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Oonyana bakaYavan nguElisha noTarshishe, ngamaKiti, namaDodan.

8. Oonyana bakaHam nguKushi, noMitserayim, noPuti, noKanan.

9. Oonyana bakaKushi nguSebha, noHavila, noSabheta, noRama, noSabheteka. Oonyana bakaRama nguShebha noDedan.

10. UKushi wazala uNimrodi, yena waqala waba ligorha emhlabeni.

11. UMitserayim wazala amaLudi, nama-Anam, namaLehabhi, namaNafetuyi,

12. namaPatrusi, namaKaseluyi, apho kwaphuma khona amaFilisti, namaKafetori.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 1