Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 4:40 Ibhayibhile (XHO96)

Athe ke amaSamariya akufika kuYesu, ambongoza ukuba ahlale nawo; waza wahlala khona apho iintsuku zambini.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 4

imbono Uyohane 4:40 kwimeko