Zininzi nezinye izinto awazenzayo uYesu. Ukuba bezinokubhalwa zonke ngazinye, ndithelekelela okokuba ihlabathi liphela belingenakuziqulatha iincwadi ebeziya kubhalwa.