Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyohane 17:12 Ibhayibhile (XHO96)

Oko bendikunye nabo, bendibakhusela ngegunya legama lakho, elo wandinika lona.Ezinye iikopi ezindala zithi “abo wandinika bona” Ndabakhusela, akwaduka namnye kubo, ngaphandle komduka lowo, owazalisekisa okuxelwe *kwiziBhalo.

funda isahluko epheleleyo Uyohane 17

imbono Uyohane 17:12 kwimeko