Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 9:8 Ibhayibhile (XHO96)

USawule waphakama, wakhangela ngamehlo, kodwa akabi nako ukubona nento le. Ngoko ke abo babehamba naye bamrhola ngesandla, bangena naye eDamasko.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9

imbono Umsebenzi Wabathunywa 9:8 kwimeko