Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 9:42-43 Ibhayibhile (XHO96)

42. Ezi ndaba zafikelela kuyo yonke iJopa, baza abantu abaninzi bazinikela eNkosini.

43. UPetros waba neentsuku ezininzi ehleli apho eJopa kunye nendoda egama linguSimon, umsuki weemfele.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9