Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 9:40 Ibhayibhile (XHO96)

UPetros wabakhuphela phandle bonke, waza waguqa wathandaza. Wathi kamva waguqukela kuso isidumbu, wathi: “Tabhita, vuka!” Wajonga, waza akubona uPetros, wavuka.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9

imbono Umsebenzi Wabathunywa 9:40 kwimeko