Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

EDamasko apho kwakukho umlandeli kaYesu ogama linguHananiya. INkosi yathetha naye embonweni, yambiza yathi: “Hananiya!”Yena wasabela wathi: “Ndilapha, Nkosi.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 9

imbono Umsebenzi Wabathunywa 9:10 kwimeko