Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 8:27-28 Ibhayibhile (XHO96)

Waxhabasha ke waya uFilipu. Endleleni apho wadibana nendoda elithenwa. Lo mfo wayengunondyebo wokumkanikazi uKhandase waseTopiya. Wayegoduka ngenqwelo, evela kunqula uThixo eJerusalem. Enqwelweni apho wayehamba efunda incwadi *yomshumayeli uIsaya.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 8

imbono Umsebenzi Wabathunywa 8:27-28 kwimeko