Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 28:17 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kweentsuku ezintathu, uPawulos wawabizela entlanganisweni amaJuda aziintloko alapho. Akuba ehlanganisene, wathi: “Mawethu, nakuba ndingabonanga nganto nje abantu bakowethu, ndingawatyeshelanga namasiko ookhokho, ndabanjwa kambe eJerusalem, ndaza ndanikelwa kumaRoma.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 28

imbono Umsebenzi Wabathunywa 28:17 kwimeko