Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 27:41 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa inqanawa yasuka yabaleka yaya kungena endulini yesanti ephantsi kwamanzi; umphambili wenqanawa wagxumekeka apho waxinga awashukuma, isinqe senqanawa sona santlithwa saziingceba ngamaza alwayo.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 27

imbono Umsebenzi Wabathunywa 27:41 kwimeko