Kodwa ke uPawulos usuke wabhenela *kuKhesare. Ubone ukuba makahlale engumbanjwa lide ityala lakhe libe nokuviwa nguMhlekazi ngokwakhe. Ke ndathi makagcinwe de ndimthumele kuKhesare.”