Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 25:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukuba umthetho ndiwaphule ndona kangangokuba ndimelwe kukugwetyelwa ukufa, andinqweneli kuyibaleka nayo loo ndawo. Kodwa ke ukuba azinabunyaniso izityholo endibekwa zona, akukho bani unokundinikezela kumaJuda. Ndibhenela kuKhesare.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 25

imbono Umsebenzi Wabathunywa 25:11 kwimeko