Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 20:1 Ibhayibhile (XHO96)

Lwakuba ludambile udushe olo, uPawulos wawahlanganisa amakholwa, wawanika amazwi enkuthazo nawokwahlukana. Waza wasuka apho wasinga kwelaseMakedoni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 20

imbono Umsebenzi Wabathunywa 20:1 kwimeko