Kaloku uDavide uthi ngaye:“ ‘Ndasoloko ndiyibona iNkosi iphambi kwam ngamaxesha onke.Yintonga yam yasekhosi iNkosi, ngoko andiyi kuchukunyiswa nto.