Abanye abantu boyisakala, bazimanya noPawulos noSilas. Enjenjalo namaGrike aliqela awayemhlonela uThixo, kwakunye namakhosikazi amaninzi aphambili entlalweni.