Banikwa incwadi ukuba bahambe nayo. Ke yona yayibhalwe ngolu hlobo:“Thina bathunywa sikunye nabadala siyanibulisa njengamawethu xa ninonke, nina zizwe zaseAntiyokwe eSiriya naseKiliki.