UHerode wathi mabamfune, kodwa abazange bamfumane. Ngoko ke abalindi bancinwa, waza uHerode wagunyazisa ukuba babulawe.Emva kwesi singaneko ke, uHerode wemka kwaJuda, waya kuhlala eKhesariya okwexeshana.