Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 11:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ndatsho ndacinga ngamazwi âthethwa yiNkosi xa yayisithi: ‘UYohane wayebabhaptiza ngamanzi abantu; ke nina niza kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele.’

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 11

imbono Umsebenzi Wabathunywa 11:16 kwimeko