Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 10:28 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe kubo uPetros: “Nina ngokwenu nazi kakuhle ukuba umJuda akavumelekile ngokwenkolo yakowabo ukuba andwendwele nokuba abe nento yokwenza neentlanga. Selendibonisile ke kodwa uThixo ukuba mandingathathi bani njengongahlambulukanga.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 10

imbono Umsebenzi Wabathunywa 10:28 kwimeko