Wangena nabo endlwini uPetros, baza balalisa apho ngaloo mini.Ngosuku olulandelayo wahamba nawo la madoda kunye namanye amakholwa aseJopa.