EKhesariya kwakukho umphathi-butho wamajoni aseRoma ogama linguKorneli. Umkhosi wakhe kwakusithiwa ngowaseItali.