Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 1:25-26 Ibhayibhile (XHO96)

25. kwisikhundla sokukukhonza *ingumthunywa, eso satyeshelwa nguJudas ukuze aye kuloo ndawo imfaneleyo.”

26. Abhalwa ke la magama omabini, kwenziwa *amaqashiso, kwaphumelela elikaMatiya; waza wabalelwa ekubeni ngumthunywa kunye nabanye abalishumi elinanye.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 1