Batsho bamangaliswa ke bonke kukusebenza kwamandla kaThixo.Ke bonke babemangalisiwe zizinto zonke awayezenza uYesu; waza wathi kubafundi bakhe: