Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 8:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Umhlwayeli waphuma waya kuhlwayela imbewu yakhe. Ekuhlwayeleni kwakhe enye yawa ngasendleleni, yanyathelwa, zathi iintaka zayichola-chola zayigqiba.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:5 kwimeko