Baza abafundi bamvusa uYesu, besithi: “Mhlekazi, safa!”Wavuka ke uYesu, wawukhalimela umoya namaza alatyuzayo. Wadamba umoya, amaza ayeka ukulatyuza, kwabakho ukuzola.