Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 23:22 Ibhayibhile (XHO96)

UPilato wathi kubo okwesithathu: “Ngoba enze bubi buni na? Andifumani tyala lingabangela ukuba afe. Ndothi ngoko ndimbethe, ndimkhulule.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:22 kwimeko