Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 2:15 Ibhayibhile (XHO96)

Zakuba zimkile izithunywa, zisiya ezulwini, abelusi abo bathi omnye komnye: “Masihambe siye eBhetelehem, siyibone le nto ihlileyo, le siyazisiweyo yiNkosi.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:15 kwimeko